iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni

Society & Culture

Brakfesi Eyondlayo Ekuseni (BEE) show offers its listeners a sense of belonging and keeps them rooted to their culture within a modern context, fusing latest news flashes, traffic updates, weather updates, weird worldwide news, quizzes and competitions. The show is designed to be fast-paced, informative, provocative and has upbeat music to start your day on a positive note. This show which is closing on 2 million listeners, recently won 2014 MTN Best Breakfast Show of the year PBS.

UPILE BONGCO SIDL IMBADU

UPILE BONGCO SIDL'IMBADU

23:10

BEE – Growing Up In An Abusive Home

Growing Up In An Abusive Home

17:12

Doctor Khumalo

Sidl'imbadu noDoctor Khumalo

23:34

Andile Lungisa

Andile Lungisa

32:13

Asanda Magaqa

Sidl'imbadu noAsanda Magaqa

31:24

Chicco Twala

Sidl'imbadu noChicco Twala

38:04

Unathi Platyi

Sidl'imbadu noUnathi Platyi

14:20

Dumisani Mbebe

Sidl'imbadu noDumisani Mbebe.

17:38

Guffy

Sidl'imbadu noGuffy

16:12

Dr Tshongolo

Silungisa ulwimi

07:18

Andile Gaelisiwe

Sidl'imbadu noAndile ngobomii bakhe, ukusebenza kuKhumbul'ekhaya nangoku bhala incwadi yakhe.

20:05

BEE

Imihlinzo

09:20

BEE

Imihlinzo

04:37

BEE

Imihlinzo

08:02

BEE

Imihlinzo

03:54

Dr. Nkosikhulule Nyembezi

The Statistician-General, Risenga Maluleke, will hand over the Census 2022 report to His Excellency, President Cyril Ramaphosa, in Pretoria, and announce the results of the population and housing count to the country. Noxa kunjalo, basekho abantu abathi khange balifumane ithuba lokundwendwelwa ngabasebenzi be-Census emakhayeni wabo, khon’ukuze nabo babalwe. Ukuncokola ngokubileyo ngendlela esebenza ngayo i-Census, imingeni ejamelene nayo, kunye nokuphosaka kokubalwa kwabanye abantu, masamkele emnxebeni ingcali yethu kwimiba yolonyulo, u-Gqirha Nkosikhulule Nyembezi…

11:17

Gwen Dambuza-Matshaya

Sicebisa abakhangela umsebenzi.

07:28

Ungqondongqondo wesiXhosa

Silungisa ulwimi no-Gqirha Ruby Zauka.

05:22

Loyiso Gwanya

ULoyiso Gwanya ubalisa ngebali lakhe lokugxothwa emsebenzini ngenxa yokusebenzisa iCannabis, kwananjalo lo ka-Gwanya uzama ukudandalazisa umba we-stigma esibekwa kubantu abasebenzisa i-Cannabis.

11:32

Jub Jub

Sidl'imbadu no Jub Jub

13:44

Robert Marawa

Sidl'imbadu no Robert Marawa

35:06

Udliwano-ndlebe no Mnu Madoda Mxakwe

Madoda Mxakwe - Ingqonyela ephumayo ye SABC

16:14

Anele Mdoda

36:01

iNkosi Mandla Mandela

 Sidl'Imbadu ne Nkosi Mandla Mandela

15:07

Commissioner Anele Gxoyiya

Siqhubeka nencoko yethu yayizolo, kumxholo wethu obuthetha ngomba wokuqeshwa okanye ukuthenjiswa ngengqesho xa uthe wabelana ngesondo nomqeshi, nanjengoko sivala inyanga yabasebenzi namhlanje, u-May, Abantu bathethile ngamava wabo ngalo mba, saza sazama iindlela zokufumana uncedo, ngelokuthintela lo mkhwa. Ukuncokola ngokubanzi ngalo mba, masamkele emnxebeni u-Commissioner Anele Gxoyiya, ophuma kwi-Public Service Commission… 

15:56

BRIAN TEMBA

Sidl'Imbadu no Brian Temba

15:21

Zanele Ntsila

Ziya zisanda iziganeko zokubhubha kwabantu ngenxa yesifo somhlaza (cancer). Oku kukhutshwe kwingxelo ye-National Cancer Registry of the Department of Health, kunye ne-Stats SA, echaza unobangela wokubhubha kwabantu. Le ngxelo ichaza ngenani labantu abafunyenwe sisifo somhlaza, kunye nenani labo babhubhe ngenxa yayo. Olu phando, lufumanise ukuba abantu abantsundu ngabona banenani eliphezulu, kubantu abasweleke ngenxa yesifo somhlaza. Ukuncokola ngokunabileyo ngalomba, masamkele emnxebeni u-Zanele Mfile ophuma e-Childhood Cancer Foundation (CHOC) 

14:58

Nqabayomzi Kwankwa

Nqabayomzi Lawrence Saziso Kwankwa is a South African politician from the Eastern Cape. He has been serving as a Member of the National Assembly of South Africa for the United Democratic Movement.

20:59

Imihlinzo no Khanyisa Bunu

06:12

Imihlinzo

05:19

Imihlinzo

04:05

Imihlinzo

05:13

Imihlinzo

04:00

Imihlinzo

07:11

Udliwano-ndlebe no Chippa Mpengesi

Udliwano-ndlebe no Chippa Mpengesi

05:49

Isiqendu 01

11:26

Imihlinzo

Imihlinzo

05:21

Imihlinzo

Imihlinzo

05:56

Imihlinzo

Imihlinzo

06:12

Imihlinzo

Imihlinzo

06:34

Imihlinzo

Imihlinzo

04:29

Siyambonga Mdubeki

21st March – Human Rights Day The rights of the people living with mental illness Ukuncokola ngokunabileyo ngalomba, masamkele emnxebeni u-Siyambonga Mdubeki, nongumbhali womdlalo othi, “Isililo”, noqulathe intlekele eyehla e-Life Esidimeni, ngethuba kubhubha izigulane eziphazamiseke ngokwasengqondweni…

09:31

Dr. Xolisa Tshongolo

Ugqirha Tshongolo ucacisa amagama esiXhosa.

13:51

Udliwano ndlebe Mla Tengimfene

Zolani Tete's manager, Mla Tengimfene

06:25

NSFAS Operations Manager, Mnu. Khaya Ndima

Sincokola ngemingeni ejamelane nabafundi nabazali babo, kwizicelo zabo zenkxaso-mali yokufunda karhulumente, i-NSFAS.  Kuthiwe kumfundi s/he doesn’t qualify because you’re not poor enough to qualify for the scheme, but at the same time you’re not reach. Abe yena umfundi nomzali wakhe beyisokola ngokwenene imali yokufunda. 

14:00

Ace Ngcobo

Ace Ngcobo was elaborating on Financial Fair Play

06:22

BEE (inyanga yezothutho)

Kulenyanga yezothutho, u-October, sithi masikhe sincokole nawe, mgamava onawo eku-hick(eni) kwakho, apho waphela nibhidana nomkhweli okanye nomqhubi? Kanti ungasibalisela nangebali lakho eli-positive, nalapho wahamba kamnandi ngokukhuselekileyo kwi-hitchhiking/e-hiking?

16:17

Mnu. Loyiso Nqevu no Gqirha George Tsibani

AmaCirha afunga ngelithi, azakubanga ubukhosi babo. AmaCirha athi azakuya kwiinkundla zamatyala, ngelokufaka ibango labo, nanjengoko benenkolo yokuba ikomishoni eyayichophele lomba ngaphambili, yasilela ukuza nesisombululo. Ukuncokola ngokunabileyo ngalomba, masamkele emnxebeni u-Gqirha George Tsibani, nophuma emaCirheni, kunye ne-Traditional Activist, u-Gqirha Loyiso Nqevu…

14:15

Women in industries that were dominated by men

Nanjengoko sisaqhuba nenyanga ephawula amanina, u-August, ngoku siqwalasela amanina akumacandelo (industries) ayekade kusebenza amadoda odwa kuwo (dominated by men). Sinaye emnxebeni u-Nozipho Thandolwethu Nolatsho (Construction Industry), kunye no- Kedibone “Kiki” Mankayi (Taxi Industry)…

09:30

Dr. Phumzile Mlambo-Ngcuka

Sihleli nofudula engu-Sekela Mongameli wokuqala olinina eMzantsi Afrika, kwanobengu-Director of Women kwi-United Nations, u-Gqirha Phumzile Mlambo-Ngcuka, ngelokuphawula olusuku lwamanina, umhla wesithoba ku-August…

20:45

Traditional Activist, Loyiso Nqevu

Kuyaphawuleka ukuba zininzi izinto ezatshintshayo kwindlela ekwenziwa ngayo amasiko akwaNtu. Enye yezizathu zolutshintsho, kungenxa yokuhamba kwamaxesha, kwaneedolophu esihlala kuzo ngoku. Umzekelo, kule mihla, umcimci owenziwayo ubonakala ungaphelelanga okanye ungenasidima xa ingekho ibhranti. Kude kuthiwe ibhotile enembambo yebhranti. Kanti ke kudala sasingenayo ibhranti, umntu omnyama engayazi nokuba yinto leyo, kodwa isiko lona liqhube ngempumelelo. Ukuncokola ngokunabileyo ngalomba, masamkele emnxebeni itsha-ntliziyo kwimiba yamasiko nezithethe, uTat’uNqevu…

10:24

BEE-BK-TRIBUTE

BEE Tribute to BK.

35:16

Psychologist, Ziyanda Mavumengwana

Kubalulekile ukuhlala phantsi nabantwana okanye nomntwana, nincokole malunga nezigqibo (decisions) enicinga ukuzithatha ningabazali, ngekamva losapho lwenu, okanye ngezicwangciso (plans) enicinga ukuzithatha ningabazali ngosapho lwenu. Kodwa kubanzima ngamanye amaxesha ukuncokola nabantwana malunga nemiba ethile yosapho, such as plans to divorce as parents; such as moving on with your life after divorce; such as telling the child omkhulisileyo eselusana ukuba you’re not the biological mother/father.   Ukuncokola ngokunabileyo malunga nexesha elifanelekileyo (suitable age yomntwana) yokuxoxa nomntwana malunga nemiba ethile yosapho, masamkele emnxebeni our Psychologist, u-Ziyanda Mavumengwana…

07:56

Imihlinzo

Imihlinzo

04:14

Imihlinzo

Imihlinzo

03:23

Imihlinzo

Imihlinzo

04:49

Imihlinzo

Imihlinzo

06:02

Imihlinzo

Imihlinzo

04:19

Imihlinzo

Imihlinzo

05:30

Wise Man

Wise Man

00:41

Imihlinzo

Imihlinzo

05:13

8 - 9 kunye ne UWFMBEE

8 - 9 kunye ne UWFMBEE

36:00

Mr Mnci - Intetho yoluntu

Mr Mnci - Intetho yoluntu

16:02

Imihlinzo

Imihlinzo

05:49

Imihlinzo

Imihlinzo

06:38

Imihlinzo

06:35

Imihlinzo 16

06:01

Imihlinzo

07:20

A Wise Man

00:37

Imihlinzo 14

06:28

Imihlinzo 13

04:40

A Wise Man 14

00:34

A Wise Man Once Said

00:57

Imihlinzo

06:00

A Wise Man Once Said

00:38

Imihlinzo

05:46

Imihlinzo

06:18

A Wise Man Once Said

01:05

Imihlinzo

07 07 2021

07:28

A Wise Man Once Said

00:35

Imihlinzo

Imihlinzo kwi-BEE no Pastor

05:28

Imihlinzo

Imihlinzo kwi-BEE no Pastor

06:03

Imihlinzo

Imihlinzo kwi-BEE no Pastor

05:02

Imihlinzo

Imihlinzo kwi-BEE no Pastor

06:24

Imihlinzo

Imihlinzo kwi-BEE no Pastor

05:39

Dliwano ndlebe no Lunga Ngqengelele Isithethi sikaDirco

Besithetha no Lunga Ngqengelele, Isithethi sika-Naledi Pandor Umphathiswa Wobudlelwane naMazwe angaphandle

07:34

Incoko nomkhosi wokhuselo woMzantsi Afrika

Sincokola no Brig Gen S Dlomo ngendima yomkhosi wokhuselo woMzantsi Afrika ngexesha lokuhlala ngendlu

09:53

Incoko ne Imbumba Foundation

Incoko ne Imbumba Foundation ngephulo abanalo ukuncedisana noluntu ngeli thuba le Lockdown

05:57

Incoko noMphathiswa uNathi Mthethwa

Incoko noMphathiswa uNathi Mthethwa

07:06

BEE IGQIBA IMINYAKA ELISHUMI

Ukuqala kwe BEE uzokuthi ga ngoku

56:06

Sincokola ne Legal Aid South Afrika ukuqonda imithetho emilisela imiqathango esiyinikwe nguMongameli uRamaposa.

Sincokola no Myolisi Mahlombe osuka kwa Legal Aid South Afrika ukuqonda imithetho emilisela imiqathango esiyinikwe nguMongameli uRamaposa.

07:40

Incoko noLunga Nombewu ofumanise ukuba unayo intsholongwane ye Corona i Coved19

Incoko noLunga Nombewu ofumanise ukuba unayo intsholongwane ye Corona i Coved19

12:12

Amagqala Ethu - Mercy Pakela

Sikhahlela ku Mercy Pakela namhlanje uncokola ngokufihlwa kwakhe kwi wardrobe, intsusa ka Ayatshisa Amateki, amahlandinyuka omsebenzi wakhe, ukuxhatshazwa kwakhe nokubuya kwakhe emculweni

14:22

uJUMBO uphumelele iBest Gospel Song Of The Year

Sincokola no Jumbo ophumelele i Best Song Of The Year kunye nomlandeli wakhe u Unakho obekhwaza "Yi Braai Ngomso"

04:12

Incoko no Prince Xhanti Sigcawu ngokuzila

Incoko no Prince Xhanti Sigcawu ngokuzila kwa MaXhosa, kuzilelwa uKumnkani u Mpendulo 'Ah Zwelonke Sigcawu"

05:15

Udliwano nlebe no Luyolo Yiba

Udliwano nlebe no Luyolo Yiba oyintshatsheli ye Idols South Africa

07:36

Udliwano Ndlebe no Nolubabalo Nobhanda (Nobanda)

uNolubabalo ubalisa ibali lakhe kwaye elumnkisa nabanye abangehle bazifumane bekulengxaki ebekuyo.

17:11

Amaqgala Ethu : Sikhahlela ku Doc Shebeleza

Namhlanje Sikhahlela ku Doc Shebeleza

07:24

Incoko no mama u Noxolo Grootboom

Sikhahlela kumama uNoxolo Grootboom

10:36

Incoko No Nomahelele

Sincokola no Nomahelele efundisa uluntu, ngemeko bebekuyo emgidini eTabase nangokufotwa kwakhe ngaphandle kwemvume yakhe.

05:10
Close

Save video to ...